IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Luka 22:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Kodwa ndiye ndenza isikhungo+ ngenxa yakho ukuze ungatyhafi elukholweni; yaye nawe, wakubuya, bomeleze+ abazalwana bakho.”

  • IZenzo 20:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Zilumkeleni+ nina+ nawo wonke umhlambi,+ ekuthe phakathi kwawo umoya oyingcwele wanimisela nangabaveleli,+ ukuba nilaluse ibandla likaThixo,+ elo walithenga ngegazi+ lowakhe uNyana.

  • 1 Petros 5:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Waluseni+ umhlambi kaThixo+ eniwunyamekelayo, kungengakunyanzelwa, kodwa ngokuzithandela;+ kungekhona ngokuthanda inzuzo yokunganyaniseki,+ kodwa ngentumekelelo;

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share