IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yohane 1:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 yaye bazalwa, kungengagazi okanye ngakuthanda kwanyama okanye ngakuthanda kwandoda, kodwa nguThixo.+

  • 2 Korinte 5:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngenxa yoko ukuba nabani na umanyene noKristu, usisidalwa esitsha;+ izinto ezindala zidlule,+ khangela! kuye kwabakho izinto ezintsha.+

  • Galati 6:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kuba ukwaluka nokungaluki akubalulekanga,+ kodwa into ebalulekileyo kukuba sisidalwa esitsha.+

  • 1 Petros 1:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Makabongwe uTHIXO noYise weNkosi yethu uYesu Kristu,+ kuba ngokwenceba yakhe enkulu wasizala ngokutsha+ ngokubhekisele kwithemba eliphilayo+ ngokuvuka+ kukaYesu Kristu kwabafileyo,

  • 1 Petros 1:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Kuba niye nazalwa ngokutsha,+ kungekhona ngembewu enokonakala,+ kodwa ngengenakonakala+ enemveliso,+ ngalo ilizwi+ likaThixo ophilayo nohlala ekho.+

  • 1 Yohane 3:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Bonke abazelwe nguThixo abaqhubeki nesono,+ ngenxa yokuba imbewu Yakhe ihleli kubo, yaye abasiqheliseli isono, ngenxa yokuba bazelwe nguThixo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share