Habhakuki 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Khangela! Umphefumlo wakhe ukhukhumele;+ awuthanga tye ngaphakathi kuye. Kodwa lowo ulilungisa, ngokuthembeka kwakhe uya kuqhubeka ephila.+ Roma 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 kuba kuzo kutyhilwa ubulungisa bukaThixo+ ngenxa yokholo+ kuse elukholweni, kanye njengoko kubhaliwe kwathiwa: “Kodwa lowo ulilungisa—uya kuphila ngokholo.”+
4 “Khangela! Umphefumlo wakhe ukhukhumele;+ awuthanga tye ngaphakathi kuye. Kodwa lowo ulilungisa, ngokuthembeka kwakhe uya kuqhubeka ephila.+
17 kuba kuzo kutyhilwa ubulungisa bukaThixo+ ngenxa yokholo+ kuse elukholweni, kanye njengoko kubhaliwe kwathiwa: “Kodwa lowo ulilungisa—uya kuphila ngokholo.”+