Yohane 3:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Lowo ubonisa ukholo+ kuNyana unobomi obungunaphakade;+ lowo ungamthobeliyo uNyana akayi kububona ubomi,+ kodwa ingqumbo kaThixo ihleli phezu kwakhe.+ Roma 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 kuba kuzo kutyhilwa ubulungisa bukaThixo+ ngenxa yokholo+ kuse elukholweni, kanye njengoko kubhaliwe kwathiwa: “Kodwa lowo ulilungisa—uya kuphila ngokholo.”+ Galati 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngaphezu koko, kuyabonakala ukuba akukho bani uvakaliswa elilungisa+ kuThixo ngawo umthetho, kuba “lowo ulilungisa uya kuphila ngenxa yokholo.”+ Hebhere 10:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 “Kodwa owam yena lowo ulilungisa uya kuphila ngenxa yokholo,”+ yaye, “ukuba uthe wahlehla, umphefumlo wam awukholiswa nguye.”+
36 Lowo ubonisa ukholo+ kuNyana unobomi obungunaphakade;+ lowo ungamthobeliyo uNyana akayi kububona ubomi,+ kodwa ingqumbo kaThixo ihleli phezu kwakhe.+
17 kuba kuzo kutyhilwa ubulungisa bukaThixo+ ngenxa yokholo+ kuse elukholweni, kanye njengoko kubhaliwe kwathiwa: “Kodwa lowo ulilungisa—uya kuphila ngokholo.”+
11 Ngaphezu koko, kuyabonakala ukuba akukho bani uvakaliswa elilungisa+ kuThixo ngawo umthetho, kuba “lowo ulilungisa uya kuphila ngenxa yokholo.”+
38 “Kodwa owam yena lowo ulilungisa uya kuphila ngenxa yokholo,”+ yaye, “ukuba uthe wahlehla, umphefumlo wam awukholiswa nguye.”+