Duteronomi 18:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 UYehova uThixo wakho uya kunivelisela umprofeti, phakathi kwenu, kubazalwana benu, onjengam—nize nimphulaphule+— Duteronomi 18:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ndiya kubavelisela umprofeti ophuma phakathi kwabazalwana babo, onjengawe;+ yaye eneneni ndiya kuwabeka amazwi am emlonyeni wakhe,+ aze ngokuqinisekileyo athethe kubo konke endiya kumyalela kona.+ Isaya 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba sizalelwe umntwana,+ sinikwe unyana;+ yaye ukuphatha njengenkosana kuya kuba segxalabeni lakhe.+ Igama lakhe liya kubizwa ngokuba nguMcebisi Omangalisayo,+ uThixo Onamandla,+ uBawo ongunaPhakade,+ iNkosana yoXolo.+ Luka 24:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Waza wathi kubo: “Ziphi na izinto?” Bathi kuye: “Izinto eziphathelele uYesu umNazarete,+ owaba ngumprofeti+ onamandla ngomsebenzi nelizwi phambi koThixo nabo bonke abantu; IZenzo 3:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Enyanisweni, uMoses wathi, ‘UYehova uThixo uya kunivelisela phakathi kwabazalwana benu umprofeti onjengam.+ Nimele nimphulaphule ngokuvumelana nezinto zonke azithethayo kuni.+
15 UYehova uThixo wakho uya kunivelisela umprofeti, phakathi kwenu, kubazalwana benu, onjengam—nize nimphulaphule+—
18 Ndiya kubavelisela umprofeti ophuma phakathi kwabazalwana babo, onjengawe;+ yaye eneneni ndiya kuwabeka amazwi am emlonyeni wakhe,+ aze ngokuqinisekileyo athethe kubo konke endiya kumyalela kona.+
6 Kuba sizalelwe umntwana,+ sinikwe unyana;+ yaye ukuphatha njengenkosana kuya kuba segxalabeni lakhe.+ Igama lakhe liya kubizwa ngokuba nguMcebisi Omangalisayo,+ uThixo Onamandla,+ uBawo ongunaPhakade,+ iNkosana yoXolo.+
19 Waza wathi kubo: “Ziphi na izinto?” Bathi kuye: “Izinto eziphathelele uYesu umNazarete,+ owaba ngumprofeti+ onamandla ngomsebenzi nelizwi phambi koThixo nabo bonke abantu;
22 Enyanisweni, uMoses wathi, ‘UYehova uThixo uya kunivelisela phakathi kwabazalwana benu umprofeti onjengam.+ Nimele nimphulaphule ngokuvumelana nezinto zonke azithethayo kuni.+