Yohane 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngaphezu koko, akukho mntu unyukele ezulwini+ ngaphandle kwalowo wehla evela ezulwini,+ uNyana womntu.+ Yohane 6:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 ngenxa yokuba ezulwini+ ndihlele ukuza kwenza, kungekhona ukuthanda kwam, kodwa ukuthanda kwalowo wandithumayo.+ Yohane 8:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngoko wathi kuwo: “Nina nivela kummandla ongezantsi; mna ndivela kummandla ongaphezulu.+ Nina nivela kweli hlabathi;+ mna andiveli kweli hlabathi.+ IZenzo 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yaye emva kokuba wazitshoyo ezi zinto, ngoxa babekhangele, waphakanyiswa+ laza ilifu lamfukula ababi sambona.+ Efese 4:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko ke uthi: “Xa wenyukela phezulu wathabatha abathinjwa; wanikela izipho ezingabantu.”+
13 Ngaphezu koko, akukho mntu unyukele ezulwini+ ngaphandle kwalowo wehla evela ezulwini,+ uNyana womntu.+
38 ngenxa yokuba ezulwini+ ndihlele ukuza kwenza, kungekhona ukuthanda kwam, kodwa ukuthanda kwalowo wandithumayo.+
23 Ngoko wathi kuwo: “Nina nivela kummandla ongezantsi; mna ndivela kummandla ongaphezulu.+ Nina nivela kweli hlabathi;+ mna andiveli kweli hlabathi.+
9 Yaye emva kokuba wazitshoyo ezi zinto, ngoxa babekhangele, waphakanyiswa+ laza ilifu lamfukula ababi sambona.+