Luka 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kodwa kwakuba semini wababizela kuye abafundi bakhe waza wanyula phakathi kwabo abalishumi elinesibini, awabathiya ngokuthi “abapostile”:+ Yohane 15:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Asinini enanyula mna, kodwa ndim owanyula nina, kwaye ndanimisela ukuba niqhubeke nize nihlale nithwala isiqhamo+ nokuze isiqhamo senu sihlale; ukuze oko nikucelayo kuBawo egameni lam aninike.+
13 Kodwa kwakuba semini wababizela kuye abafundi bakhe waza wanyula phakathi kwabo abalishumi elinesibini, awabathiya ngokuthi “abapostile”:+
16 Asinini enanyula mna, kodwa ndim owanyula nina, kwaye ndanimisela ukuba niqhubeke nize nihlale nithwala isiqhamo+ nokuze isiqhamo senu sihlale; ukuze oko nikucelayo kuBawo egameni lam aninike.+