IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Malaki 3:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “Khangela! Ndithumela umthunywa wam,+ yaye umele ahlahle indlela phambi kwam.+ Iya kuza ngequbuliso etempileni Yayo,+ iNkosi yokwenyaniso,+ leyo niyifunayo, engumthunywa+ womnqophiso+ eniyoliswayo nguye.+ Khangela! Ngokuqinisekileyo uya kuza,” utsho uYehova wemikhosi.+

  • Yohane 4:42
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 42 baza bathi emfazini: “Asisakholwa ngenxa yentetho yakho; kuba sizivele ngokwethu+ yaye siyazi ukuba lo mntu ngokuqinisekileyo ngumsindisi+ wehlabathi.”

  • Yohane 6:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ngoko ke abantu bakubona imiqondiso ayenzileyo, bathi: “Lo ngokuqinisekileyo ngumprofeti+ owayeza kuza ehlabathini.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share