Genesis 18:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Makhe kuthatyathwe intwana yamanzi, kuhlanjwe iinyawo zenu.+ Nize ningqendeve phantsi komthi.+ Luka 7:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Ngako oko waphethukela emfazini waza wathi kuSimon: “Uyambona na lo mfazi? Ndingene endlwini yakho; akundinikanga manzi+ eenyawo zam. Kodwa lo mfazi umanzise iinyawo zam ngeenyembezi zakhe waza wazisula ngeenwele zakhe.
44 Ngako oko waphethukela emfazini waza wathi kuSimon: “Uyambona na lo mfazi? Ndingene endlwini yakho; akundinikanga manzi+ eenyawo zam. Kodwa lo mfazi umanzise iinyawo zam ngeenyembezi zakhe waza wazisula ngeenwele zakhe.