Yohane 7:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Noko ke, wakutsho oku esingisele kumoya ababeza kuwamkela abo bakholwayo kuye; kuba wawungekabikho umoya,+ ngenxa yokuba uYesu wayengekazukiswa.+ Yohane 17:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 UYesu wazithetha ezi zinto, waza, ephakamisele amehlo akhe ezulwini,+ wathi: “Bawo, ilixa lifikile; mzukise unyana wakho, ukuze unyana wakho akuzukise,+
39 Noko ke, wakutsho oku esingisele kumoya ababeza kuwamkela abo bakholwayo kuye; kuba wawungekabikho umoya,+ ngenxa yokuba uYesu wayengekazukiswa.+
17 UYesu wazithetha ezi zinto, waza, ephakamisele amehlo akhe ezulwini,+ wathi: “Bawo, ilixa lifikile; mzukise unyana wakho, ukuze unyana wakho akuzukise,+