Mateyu 14:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Wandula wayalela izihlwele ukuba zingqendeve engceni, wazithabatha izonka ezo ezihlanu neentlanzi ezimbini, wakhangela phezulu ezulwini, wacela intsikelelo,+ waza akuba eziqhekezile izonka, wazabela abafundi, abafundi bona bazabela izihlwele.+ Marko 7:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Wakhangela phezulu ezulwini+ wancwina+ ngamandla waza wathi kuso: “Efatha,” oko kukuthi, “Vuleka.” Yohane 11:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Ngoko ke balisusa ilitye. Ke kaloku uYesu wawaphakamisela ezulwini+ amehlo akhe waza wathi: “Bawo, ndiyakubulela ngokuba uye wandiva.+
19 Wandula wayalela izihlwele ukuba zingqendeve engceni, wazithabatha izonka ezo ezihlanu neentlanzi ezimbini, wakhangela phezulu ezulwini, wacela intsikelelo,+ waza akuba eziqhekezile izonka, wazabela abafundi, abafundi bona bazabela izihlwele.+
34 Wakhangela phezulu ezulwini+ wancwina+ ngamandla waza wathi kuso: “Efatha,” oko kukuthi, “Vuleka.”
41 Ngoko ke balisusa ilitye. Ke kaloku uYesu wawaphakamisela ezulwini+ amehlo akhe waza wathi: “Bawo, ndiyakubulela ngokuba uye wandiva.+