Yohane 11:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 UYesu, ke ngoko, akumbona elila namaYuda awayeze kunye naye elila, wagcuma emoyeni, wakhathazeka;+ Yohane 11:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Ngoko ke uYesu, emva kokugcuma kwakhona ngaphakathi kuye, weza kwingcwaba lenkumbulo.+ Laye, ke, lingumqolomba, kubekwe ilitye+ kuwo.
33 UYesu, ke ngoko, akumbona elila namaYuda awayeze kunye naye elila, wagcuma emoyeni, wakhathazeka;+
38 Ngoko ke uYesu, emva kokugcuma kwakhona ngaphakathi kuye, weza kwingcwaba lenkumbulo.+ Laye, ke, lingumqolomba, kubekwe ilitye+ kuwo.