Mateyu 8:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Akufika ngaphesheya, kwilizwe lamaGadara,+ wahlangatyezwa ngamadoda amabini aneedemon+ ephuma phakathi kwamangcwaba enkumbulo, enobundlobongela ngokungaqhelekanga, kangangokuba kwakungekho bani wayenesibindi sokudlula ngaloo ndlela. Yohane 5:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Musani ukumangaliswa koku, kuba liyeza ilixa ekuya kuthi ngalo bonke abo bakumangcwaba enkumbulo+ balive ilizwi lakhe
28 Akufika ngaphesheya, kwilizwe lamaGadara,+ wahlangatyezwa ngamadoda amabini aneedemon+ ephuma phakathi kwamangcwaba enkumbulo, enobundlobongela ngokungaqhelekanga, kangangokuba kwakungekho bani wayenesibindi sokudlula ngaloo ndlela.
28 Musani ukumangaliswa koku, kuba liyeza ilixa ekuya kuthi ngalo bonke abo bakumangcwaba enkumbulo+ balive ilizwi lakhe