Mateyu 27:60 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 60 wawubeka kwingcwaba lakhe elitsha lenkumbulo,+ awayelimbe eliweni. Yaye, emva kokuba eqengqele ilitye elikhulu emnyangweni wengcwaba lenkumbulo, wemka.+ Marko 15:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Ngako oko wathenga ilinen ecikizekileyo waza wamthula, wamsongela ngelinen leyo ecikizekileyo, wambeka+ engcwabeni+ elalimbiwe eliweni; kwaye waqengqela ilitye emnyangweni wengcwaba lenkumbulo.+
60 wawubeka kwingcwaba lakhe elitsha lenkumbulo,+ awayelimbe eliweni. Yaye, emva kokuba eqengqele ilitye elikhulu emnyangweni wengcwaba lenkumbulo, wemka.+
46 Ngako oko wathenga ilinen ecikizekileyo waza wamthula, wamsongela ngelinen leyo ecikizekileyo, wambeka+ engcwabeni+ elalimbiwe eliweni; kwaye waqengqela ilitye emnyangweni wengcwaba lenkumbulo.+