Marko 6:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Wazithabatha izonka ezihlanu neentlanzi ezimbini wakhangela phezulu ezulwini waza wacela intsikelelo,+ waziqhekeza+ izonka waza wazinika abafundi, ukuze bona bazibeke phambi kwabantu; wabahlulela bonke iintlanzi ezimbini. Yohane 17:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 UYesu wazithetha ezi zinto, waza, ephakamisele amehlo akhe ezulwini,+ wathi: “Bawo, ilixa lifikile; mzukise unyana wakho, ukuze unyana wakho akuzukise,+
41 Wazithabatha izonka ezihlanu neentlanzi ezimbini wakhangela phezulu ezulwini waza wacela intsikelelo,+ waziqhekeza+ izonka waza wazinika abafundi, ukuze bona bazibeke phambi kwabantu; wabahlulela bonke iintlanzi ezimbini.
17 UYesu wazithetha ezi zinto, waza, ephakamisele amehlo akhe ezulwini,+ wathi: “Bawo, ilixa lifikile; mzukise unyana wakho, ukuze unyana wakho akuzukise,+