INdumiso 35:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Owu ngamana abo baziintshaba zam ngaphandle kwesizathu bangangabi nemihlali ngam;+Ke bona abo bandithiye ngaphandle kwesizathu, mabangaqobi iliso.+ INdumiso 69:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Abo bandithiye ngaphandle kwesizathu baninzi ngaphezu kweenwele zentloko yam.+Abo bandithulisayo, beziintshaba zam ngaphandle kwesizathu, baninzi.+Oko bendingakuthabathanga ngokukuphanga ndiyakubuyisela. Luka 23:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Isihlandlo sesithathu wathi kubo: “Ngoba, yintoni embi ayenzileyo lo mntu? Andifumananga nto ingabangela ukuba afe; Ngoko ke ndiza kumbetha ndize ndimkhulule.”+
19 Owu ngamana abo baziintshaba zam ngaphandle kwesizathu bangangabi nemihlali ngam;+Ke bona abo bandithiye ngaphandle kwesizathu, mabangaqobi iliso.+
4 Abo bandithiye ngaphandle kwesizathu baninzi ngaphezu kweenwele zentloko yam.+Abo bandithulisayo, beziintshaba zam ngaphandle kwesizathu, baninzi.+Oko bendingakuthabathanga ngokukuphanga ndiyakubuyisela.
22 Isihlandlo sesithathu wathi kubo: “Ngoba, yintoni embi ayenzileyo lo mntu? Andifumananga nto ingabangela ukuba afe; Ngoko ke ndiza kumbetha ndize ndimkhulule.”+