Yohane 2:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 nangenxa yokuba kwakungekho mfuneko yokuba afumane nabani na wokungqina ngomntu, kuba yena ngokwakhe wayekwazi oko kwakusemntwini.+
25 nangenxa yokuba kwakungekho mfuneko yokuba afumane nabani na wokungqina ngomntu, kuba yena ngokwakhe wayekwazi oko kwakusemntwini.+