Mateyu 11:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Zonke izinto zinikelwe kum nguBawo,+ yaye akukho bani umazi ngokupheleleyo uNyana ngaphandle kukaBawo,+ kungekho nabani na umazi ngokupheleleyo uBawo ngaphandle kukaNyana naye nabani na lowo uNyana athanda ukumtyhila kuye.+ Yohane 8:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 ukanti animazanga.+ Kodwa mna ndiyamazi.+ Yaye ukuba ndithe andimazi ndiya kuba ndilixoki njengani. Kodwa mna ndiyamazi yaye ndiyaligcina ilizwi lakhe.+ Yohane 15:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kodwa baya kuzenza zonke ezi zinto ngokunxamnye nani ngenxa yegama lam, kuba bengamazi lowo undithumileyo.+
27 Zonke izinto zinikelwe kum nguBawo,+ yaye akukho bani umazi ngokupheleleyo uNyana ngaphandle kukaBawo,+ kungekho nabani na umazi ngokupheleleyo uBawo ngaphandle kukaNyana naye nabani na lowo uNyana athanda ukumtyhila kuye.+
55 ukanti animazanga.+ Kodwa mna ndiyamazi.+ Yaye ukuba ndithe andimazi ndiya kuba ndilixoki njengani. Kodwa mna ndiyamazi yaye ndiyaligcina ilizwi lakhe.+
21 Kodwa baya kuzenza zonke ezi zinto ngokunxamnye nani ngenxa yegama lam, kuba bengamazi lowo undithumileyo.+