Yohane 15:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kanye njengoko uBawo endithandile nam+ ndinithandile, hlalani eluthandweni lwam. Roma 8:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 nakuphakama nabunzulu naso nasiphi na esinye isidalwa aziyi kuba nako ukusahlula eluthandweni lukaThixo olukuye uKristu Yesu iNkosi yethu.+ Efese 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 nokuba uKRISTU ngalo ukholo lwenu ahlale ezintliziyweni zenu ngothando;+ khon’ ukuze nimiliselwe+ nize nendele kwisiseko,+
39 nakuphakama nabunzulu naso nasiphi na esinye isidalwa aziyi kuba nako ukusahlula eluthandweni lukaThixo olukuye uKristu Yesu iNkosi yethu.+
17 nokuba uKRISTU ngalo ukholo lwenu ahlale ezintliziyweni zenu ngothando;+ khon’ ukuze nimiliselwe+ nize nendele kwisiseko,+