Mateyu 26:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Ngoko uYesu weza nabo kwindawo+ ebizwa ngokuba yiGetsemane, waza wathi kubafundi: “Hlalani phantsi apha ngoxa ndisiya kuthandaza phaya.”+ Marko 14:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ngoko bafika kwindawo egama liyiGetsemane, yaye wathi kubafundi bakhe: “Hlalani phantsi apha ngoxa ndithandaza.”+
36 Ngoko uYesu weza nabo kwindawo+ ebizwa ngokuba yiGetsemane, waza wathi kubafundi: “Hlalani phantsi apha ngoxa ndisiya kuthandaza phaya.”+
32 Ngoko bafika kwindawo egama liyiGetsemane, yaye wathi kubafundi bakhe: “Hlalani phantsi apha ngoxa ndithandaza.”+