Mateyu 28:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 nibafundisa+ ukuba bazigcine+ zonke izinto endiniyalele zona.+ Yaye, khangelani! ndinani+ yonke imihla de kube sekuphelisweni kwenkqubo yezinto.”+ IZenzo 20:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 kuba andinifihlelanga nto, ndinixelele lonke icebo+ likaThixo. 2 Timoti 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 lishumayele ilizwi+ ngokungxamisekileyo, ngexesha elilungileyo+ nangexesha lenkathazo,+ yohlwaya,+ khalimela, bongoza, ngako konke ukuzeka kade umsindo+ nobugcisa bokufundisa.
20 nibafundisa+ ukuba bazigcine+ zonke izinto endiniyalele zona.+ Yaye, khangelani! ndinani+ yonke imihla de kube sekuphelisweni kwenkqubo yezinto.”+
2 lishumayele ilizwi+ ngokungxamisekileyo, ngexesha elilungileyo+ nangexesha lenkathazo,+ yohlwaya,+ khalimela, bongoza, ngako konke ukuzeka kade umsindo+ nobugcisa bokufundisa.