1 Kumkani 17:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ke kaloku uEliya wamthabatha umntwana wamehlisa kwigumbi eliseluphahleni wamsa endlwini wamnika unina; waza wathi uEliya: “Uyabona, unyana wakho uyaphila.”+
23 Ke kaloku uEliya wamthabatha umntwana wamehlisa kwigumbi eliseluphahleni wamsa endlwini wamnika unina; waza wathi uEliya: “Uyabona, unyana wakho uyaphila.”+