Mateyu 24:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Ngoko nangoko emva kwembandezelo yaloo mihla ilanga liya kwenziwa mnyama,+ nenyanga+ ayiyi kunika ukukhanya kwayo, yaye kuya kuwa iinkwenkwezi ezulwini, namandla amazulu aya kugungqiswa.+
29 “Ngoko nangoko emva kwembandezelo yaloo mihla ilanga liya kwenziwa mnyama,+ nenyanga+ ayiyi kunika ukukhanya kwayo, yaye kuya kuwa iinkwenkwezi ezulwini, namandla amazulu aya kugungqiswa.+