Filipi 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 UPawulos noTimoti, amakhoboka+ kaKristu Yesu, babhalela bonke abo bangcwele abaseFilipi+ abamanyene noKristu Yesu, kunye nabaveleli nezicaka zolungiselelo:+ 1 Tesalonika 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 kodwa, emva kokuba siqale ngokubandezeleka+ saza saphathwa ngokusa+ eFilipi+ (kanye njengokuba nisazi), uThixo wethu wasomeleza ukuze senze umzamo omkhulu wokuzithetha+ kuni iindaba ezilungileyo zikaThixo.
1 UPawulos noTimoti, amakhoboka+ kaKristu Yesu, babhalela bonke abo bangcwele abaseFilipi+ abamanyene noKristu Yesu, kunye nabaveleli nezicaka zolungiselelo:+
2 kodwa, emva kokuba siqale ngokubandezeleka+ saza saphathwa ngokusa+ eFilipi+ (kanye njengokuba nisazi), uThixo wethu wasomeleza ukuze senze umzamo omkhulu wokuzithetha+ kuni iindaba ezilungileyo zikaThixo.