Isaya 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yeha ke kulowo ungendawo!—Uya kufikelwa yintlekele; kuba indlela aphethe ngayo uya kuphathwa kwangayo!+ Roma 1:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kuba ingqumbo kaThixo+ iyatyhilwa ivela ezulwini nxamnye nako konke ukungabi nabuthixo nentswela-bulungisa+ yabantu abathintela inyaniso+ ngokuswela ubulungisa,+ Kolose 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Iza ngenxa yezo zinto ingqumbo kaThixo.+ Hebhere 10:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 kodwa siya kulindelwa ngumgwebo owoyikekayo+ nekhwele lomlilo eliya kubadla abo bachasayo.+
11 Yeha ke kulowo ungendawo!—Uya kufikelwa yintlekele; kuba indlela aphethe ngayo uya kuphathwa kwangayo!+
18 Kuba ingqumbo kaThixo+ iyatyhilwa ivela ezulwini nxamnye nako konke ukungabi nabuthixo nentswela-bulungisa+ yabantu abathintela inyaniso+ ngokuswela ubulungisa,+