2 Korinte 5:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba sonke simele sibonakaliswe phambi kwesihlalo sokugweba sikaKRISTU,+ ukuze ngamnye afumane oko kumfaneleyo ngezinto ezenziwe ngomzimba, ngokwezinto aziqheliseleyo, enoba zezilungileyo okanye ezimbi.+ 1 Petros 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Enyanisweni, ngenxa yale njongo iindaba ezilungileyo zavakaliswa nakwabafileyo,+ ukuze bagwetywe enyameni ngokwembono yabantu+ kodwa baphile emoyeni+ ngokwembono kaThixo.
10 Kuba sonke simele sibonakaliswe phambi kwesihlalo sokugweba sikaKRISTU,+ ukuze ngamnye afumane oko kumfaneleyo ngezinto ezenziwe ngomzimba, ngokwezinto aziqheliseleyo, enoba zezilungileyo okanye ezimbi.+
6 Enyanisweni, ngenxa yale njongo iindaba ezilungileyo zavakaliswa nakwabafileyo,+ ukuze bagwetywe enyameni ngokwembono yabantu+ kodwa baphile emoyeni+ ngokwembono kaThixo.