Kolose 3:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 kuba niyazi ukuba niya kuwamkela kuYehova+ umvuzo ofanelekileyo welifa.+ Yibani ngamakhoboka eNkosi, uKristu.+ ISityhilelo 22:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “‘Khangela! Ndiyeza ngokukhawuleza,+ ukuze ndivuze+ ngamnye ngokwemisebenzi yakhe.+
24 kuba niyazi ukuba niya kuwamkela kuYehova+ umvuzo ofanelekileyo welifa.+ Yibani ngamakhoboka eNkosi, uKristu.+