INdumiso 62:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwanobubele bothando bobakho, Yehova,+Kuba wena ubuyisela ngamnye ngokomsebenzi wakhe.+ IMizekeliso 24:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ukuba kunokwenzeka uthi: “Khangela! Besingakwazi oku,”+ akayi kuthi na ocikida iintliziyo akuqonde,+ aze yena ogcina umphefumlo wakho azi+ yaye ngokuqinisekileyo abuyisele kumntu wasemhlabeni ngokomsebenzi wakhe?+ Yeremiya 17:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Mna, Yehova, ndiyayigocagoca intliziyo,+ ndizihlolisise izintso,+ ukuze ndinike ngamnye ngokweendlela zakhe,+ ngokwesiqhamo sezenzo zakhe.+ Roma 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yaye uya kunika ngamnye ngokwemisebenzi yakhe:+
12 Ukuba kunokwenzeka uthi: “Khangela! Besingakwazi oku,”+ akayi kuthi na ocikida iintliziyo akuqonde,+ aze yena ogcina umphefumlo wakho azi+ yaye ngokuqinisekileyo abuyisele kumntu wasemhlabeni ngokomsebenzi wakhe?+
10 Mna, Yehova, ndiyayigocagoca intliziyo,+ ndizihlolisise izintso,+ ukuze ndinike ngamnye ngokweendlela zakhe,+ ngokwesiqhamo sezenzo zakhe.+