Isaya 52:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Ngoku ke, kukuphi na ukulungelwa endinako apha?” utsho uYehova. “Kuba abantu bam bathatyathelwa ilize.+ Bona kanye abo babalawulayo bayabhomboloza,”+ utsho uYehova, “yaye igama lam liphathwa ngokungenantlonelo rhoqo, imini yonke.+ Hezekile 36:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngoko bafika kwiintlanga abafika kuzo, baza abantu balihlambela igama lam elingcwele+ ngokuthi ngokubhekisele kubo, ‘Aba ngabantu bakaYehova, yaye baphume elizweni lakhe.’+
5 “Ngoku ke, kukuphi na ukulungelwa endinako apha?” utsho uYehova. “Kuba abantu bam bathatyathelwa ilize.+ Bona kanye abo babalawulayo bayabhomboloza,”+ utsho uYehova, “yaye igama lam liphathwa ngokungenantlonelo rhoqo, imini yonke.+
20 Ngoko bafika kwiintlanga abafika kuzo, baza abantu balihlambela igama lam elingcwele+ ngokuthi ngokubhekisele kubo, ‘Aba ngabantu bakaYehova, yaye baphume elizweni lakhe.’+