IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Daniyeli 12:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Wena ke, qhubeka kude kube sekupheleni;+ uya kuphumla,+ kodwa uya kubuya uvuke, wamkele isabelo selifa lakho ekupheleni kwemihla.”+

  • Luka 20:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 Kodwa into yokuba abafileyo bayavuswa kwanoMoses wayityhila, kwingxelo ephathelele ityholo elinameva,+ xa ebiza uYehova ngokuthi ‘uTHIXO ka-Abraham noThixo kaIsake noThixo kaYakobi.’+

  • Efese 2:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngapha koko, nina [uThixo unenze naphila] nangona nanifile kwizigqitho nezono zenu,+

  • Hebhere 11:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kodwa wakubalela ekuthini uThixo wayekwazi ukumvusa kwanakwabafileyo;+ yaye khona apho wamzuza ngokomzekeliso.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share