Isaya 40:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Thethani kuyo iYerusalem+ nize nimemeze kuyo nithi inkonzo yayo yasemkhosini izalisekile,+ nithi isiphoso sayo sihlawulelwe.+ Kuba yamkele esandleni sikaYehova umlinganiselo opheleleyo ngezono zayo zonke.”+ Luka 23:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Thina sigwetywe ngokusesikweni, kuba samkela ngokupheleleyo oko kusifaneleyo ngezinto esizenzileyo; kodwa lo mntu akenzanga nto iphume endleleni.”+ IZenzo 13:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 nokuba kuzo zonke izinto enaningenakuvakaliswa ningenatyala kuzo ngomthetho kaMoses,+ wonk’ ubani okholwayo uvakaliswa engenatyala ngaye Lowo.+
2 “Thethani kuyo iYerusalem+ nize nimemeze kuyo nithi inkonzo yayo yasemkhosini izalisekile,+ nithi isiphoso sayo sihlawulelwe.+ Kuba yamkele esandleni sikaYehova umlinganiselo opheleleyo ngezono zayo zonke.”+
41 Thina sigwetywe ngokusesikweni, kuba samkela ngokupheleleyo oko kusifaneleyo ngezinto esizenzileyo; kodwa lo mntu akenzanga nto iphume endleleni.”+
39 nokuba kuzo zonke izinto enaningenakuvakaliswa ningenatyala kuzo ngomthetho kaMoses,+ wonk’ ubani okholwayo uvakaliswa engenatyala ngaye Lowo.+