2 Korinte 4:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuba nakuba imbandezelo iyeyokomzuzwana+ yaye incinane, isizisela uzuko olugqwese ngakumbi nangakumbi nolungunaphakade;+ Filipi 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngako oko, ndikwazigqala zonke izinto ziyilahleko ngenxa yexabiso eligqwesileyo lolwazi olungoKristu Yesu iNkosi yam.+ Ngenxa yakhe ndiye ndalahlekelwa zizinto zonke yaye ndizigqala njengenkunkuma eninzi,+ ukuze ndimzuze uKristu
17 Kuba nakuba imbandezelo iyeyokomzuzwana+ yaye incinane, isizisela uzuko olugqwese ngakumbi nangakumbi nolungunaphakade;+
8 Ngako oko, ndikwazigqala zonke izinto ziyilahleko ngenxa yexabiso eligqwesileyo lolwazi olungoKristu Yesu iNkosi yam.+ Ngenxa yakhe ndiye ndalahlekelwa zizinto zonke yaye ndizigqala njengenkunkuma eninzi,+ ukuze ndimzuze uKristu