Filipi 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 ndinethemba lokufumana uvuko+ lokuqala lwabafileyo. ISityhilelo 20:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Unoyolo+ yaye ungcwele+ lowo unesabelo kuvuko lokuqala; ukufa kwesibini+ akunagunya+ kubo, kodwa baya kuba ngababingeleli+ bakaThixo nabakaKRISTU, balawule njengookumkani kunye naye iminyaka eliwaka.+
6 Unoyolo+ yaye ungcwele+ lowo unesabelo kuvuko lokuqala; ukufa kwesibini+ akunagunya+ kubo, kodwa baya kuba ngababingeleli+ bakaThixo nabakaKRISTU, balawule njengookumkani kunye naye iminyaka eliwaka.+