Galati 4:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 ukuze abakhulule ngokubathenga+ abo baphantsi komthetho,+ size thina senziwe oonyana.+ Efese 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba wasimisela kwangaphambili+ ukuba senziwe+ oonyana+ kuye ngoYesu Kristu, ngokokuthanda kwakhe,+ 1 Petros 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 kwilifa elingenakonakala nelingadyobhekanga nelingambatshiyo.+ Libekelwe nina emazulwini,+ ISityhilelo 21:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Nabani na owoyisayo uya kuzidla ilifa ezi zinto, yaye ndiya kuba nguThixo wakhe+ yena abe ngunyana wam.+
5 Kuba wasimisela kwangaphambili+ ukuba senziwe+ oonyana+ kuye ngoYesu Kristu, ngokokuthanda kwakhe,+
7 Nabani na owoyisayo uya kuzidla ilifa ezi zinto, yaye ndiya kuba nguThixo wakhe+ yena abe ngunyana wam.+