Yohane 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ke bonke abamamkelayo+ wabanika igunya lokuba ngabantwana bakaThixo,+ ngenxa yokuba babebonisa ukholo egameni lakhe;+ Roma 8:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Akuphelelanga apho, kodwa nathi thina banentlahlela,+ oko kukuthi, umoya, ewe, nathi siyagcuma,+ ngoxa silinde ngenyameko ukwenziwa oonyana,+ ukukhululwa kwimizimba yethu ngentlawulelo. 2 Korinte 6:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “‘Ndiya kuba nguyihlo kuni,+ nina nibe ngoonyana neentombi kum,’+ utsho uYehova uSomandla.”+
12 Ke bonke abamamkelayo+ wabanika igunya lokuba ngabantwana bakaThixo,+ ngenxa yokuba babebonisa ukholo egameni lakhe;+
23 Akuphelelanga apho, kodwa nathi thina banentlahlela,+ oko kukuthi, umoya, ewe, nathi siyagcuma,+ ngoxa silinde ngenyameko ukwenziwa oonyana,+ ukukhululwa kwimizimba yethu ngentlawulelo.