Isaya 43:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndiya kuthi kumntla,+ ‘Khupha!’ nakumzantsi ndithi, ‘Musa ukunqanda. Zisa oonyana bam abavela kude, neentombi zam ezivela esiphelweni somhlaba,+ Hoseya 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Inani loonyana bakaSirayeli liya kuba njengentlabathi yolwandle engenakulinganiswa okanye ibalwe.+ Endaweni yokuba kuthiwe kubo, ‘Aningobantu bam,’+ njengoko bekufudulwa kusitshiwo, kothiwa kubo, ‘Ningoonyana boTHIXO ophilayo.’+ Yohane 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ke bonke abamamkelayo+ wabanika igunya lokuba ngabantwana bakaThixo,+ ngenxa yokuba babebonisa ukholo egameni lakhe;+
6 Ndiya kuthi kumntla,+ ‘Khupha!’ nakumzantsi ndithi, ‘Musa ukunqanda. Zisa oonyana bam abavela kude, neentombi zam ezivela esiphelweni somhlaba,+
10 “Inani loonyana bakaSirayeli liya kuba njengentlabathi yolwandle engenakulinganiswa okanye ibalwe.+ Endaweni yokuba kuthiwe kubo, ‘Aningobantu bam,’+ njengoko bekufudulwa kusitshiwo, kothiwa kubo, ‘Ningoonyana boTHIXO ophilayo.’+
12 Ke bonke abamamkelayo+ wabanika igunya lokuba ngabantwana bakaThixo,+ ngenxa yokuba babebonisa ukholo egameni lakhe;+