IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 13:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kwaye ndiya kuyenza imbewu yakho ibe ngangamasuntswana othuli lomhlaba, kuze kuthi, ukuba umntu uyakwazi ukubala amasuntswana othuli lomhlaba, abe nako ukuyibala+ nembewu yakho.

  • Genesis 26:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 ‘Yaye ndiya kuyandisa imbewu yakho njengeenkwenkwezi zamazulu ndize ndiyinike imbewu yakho onke la mazwe;+ zizisikelele ngembewu yakho zonke iintlanga zomhlaba,’+

  • Roma 9:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ngaphezu koko, uIsaya uyadanduluka ngokuphathelele uSirayeli esithi: “Nangona inani loonyana bakaSirayeli lisenokuba ngangentlabathi yolwandle,+ yintsalela eya kusindiswa.+

  • Hebhere 11:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ngoko ke kumntu omnye,+ naye owayefana nofileyo,+ kwazalwa inkitha yabantwana abangangeenkwenkwezi zezulu nentlabathi engaselunxwemeni lolwandle, bengenakubalwa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share