Yohane 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ke bonke abamamkelayo+ wabanika igunya lokuba ngabantwana bakaThixo,+ ngenxa yokuba babebonisa ukholo egameni lakhe;+ Roma 8:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Bonke abo baqhutywa ngumoya kaThixo, bangoonyana bakaThixo.+ 2 Korinte 6:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “‘Ndiya kuba nguyihlo kuni,+ nina nibe ngoonyana neentombi kum,’+ utsho uYehova uSomandla.”+
12 Ke bonke abamamkelayo+ wabanika igunya lokuba ngabantwana bakaThixo,+ ngenxa yokuba babebonisa ukholo egameni lakhe;+