IZenzo 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kodwa iNkosi yathi kuye: “Yiya, ngenxa yokuba lo mntu usisitya esinyuliweyo+ kum sokuthwala igama lam ezintlangeni+ nakookumkani+ noonyana bakaSirayeli. Galati 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 ukumtyhila uNyana wakhe kum,+ ukuze ndivakalise iindaba ezilungileyo ezingaye kwiintlanga,+ andizange ndenze nkomfa nenyama negazi.+ Efese 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Mna mntu ungaphantsi+ nakoyena mncinane kubo bonke abo bangcwele, ndanikwa obu bubele bungasifanelanga,+ ukuze ndivakalise kuzo iintlanga+ iindaba ezilungileyo ezingobutyebi+ obungenakuqondwa bukaKRISTU
15 Kodwa iNkosi yathi kuye: “Yiya, ngenxa yokuba lo mntu usisitya esinyuliweyo+ kum sokuthwala igama lam ezintlangeni+ nakookumkani+ noonyana bakaSirayeli.
16 ukumtyhila uNyana wakhe kum,+ ukuze ndivakalise iindaba ezilungileyo ezingaye kwiintlanga,+ andizange ndenze nkomfa nenyama negazi.+
8 Mna mntu ungaphantsi+ nakoyena mncinane kubo bonke abo bangcwele, ndanikwa obu bubele bungasifanelanga,+ ukuze ndivakalise kuzo iintlanga+ iindaba ezilungileyo ezingobutyebi+ obungenakuqondwa bukaKRISTU