Efese 4:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Mabususwe kuni bonke ubukrakra+ bolunya nomsindo nengqumbo nokumemeza nokutshabhisa+ nabo bonke ububi.+ 1 Timoti 5:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kwangaxeshanye bafunda nokungenzi nto, behamba bebutha emizini; ewe, bengapheleli nje ekungenzini nto, kodwa bahamba behleba, begxuphuleka kwimicimbi yabanye abantu,+ bethetha izinto abangafanele bazithethe.
31 Mabususwe kuni bonke ubukrakra+ bolunya nomsindo nengqumbo nokumemeza nokutshabhisa+ nabo bonke ububi.+
13 Kwangaxeshanye bafunda nokungenzi nto, behamba bebutha emizini; ewe, bengapheleli nje ekungenzini nto, kodwa bahamba behleba, begxuphuleka kwimicimbi yabanye abantu,+ bethetha izinto abangafanele bazithethe.