Mateyu 15:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Asikokungena emlonyeni wakhe okumenza inqambi umntu; kodwa okuphuma emlonyeni wakhe kuko okumenza inqambi umntu.”+ IZenzo 10:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Laza ilizwi lathetha naye kwakhona, isihlandlo sesibini lisithi: “Musa ukuzibiza ngokuba ziyinqambi+ izinto uThixo aye wazihlambulula.” 1 Timoti 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kaloku yonke indalo kaThixo isulungekile,+ ngoko ke makungabikho nto igatywayo+ xa yamkelwe ngombulelo,+
11 Asikokungena emlonyeni wakhe okumenza inqambi umntu; kodwa okuphuma emlonyeni wakhe kuko okumenza inqambi umntu.”+
15 Laza ilizwi lathetha naye kwakhona, isihlandlo sesibini lisithi: “Musa ukuzibiza ngokuba ziyinqambi+ izinto uThixo aye wazihlambulula.”
4 Kaloku yonke indalo kaThixo isulungekile,+ ngoko ke makungabikho nto igatywayo+ xa yamkelwe ngombulelo,+