Mateyu 12:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Nzalandini yamarhamba,+ ningathini na ukuthetha izinto ezilungileyo, ningabangendawo nje?+ Kuba umlomo uthetha ngokuphuphuma kwentliziyo.+ Marko 7:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Akukho nto esuka ngaphandle emntwini engena kuye enokumdyobha; kodwa zizinto eziphuma emntwini ezimdyobhayo umntu.”+ Efese 4:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Makungaphumi lizwi libolileyo emlonyeni wenu,+ kodwa mayibe lelilungele ukwakha njengoko kusenokuba yimfuneko, ukuze libanike oko kukholekileyo abevayo.+ 1 Timoti 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kaloku yonke indalo kaThixo isulungekile,+ ngoko ke makungabikho nto igatywayo+ xa yamkelwe ngombulelo,+ Yakobi 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kaloku, ulwimi lungumlilo.+ Ulwimi lufana nqwa nehlabathi lentswela-bulungisa phakathi kwamalungu ethu, kuba ludyobha umzimba uphela,+ lukwatshisa nevili lobomi bemvelo; lona ke lutshiswa yiGehena.
34 Nzalandini yamarhamba,+ ningathini na ukuthetha izinto ezilungileyo, ningabangendawo nje?+ Kuba umlomo uthetha ngokuphuphuma kwentliziyo.+
15 Akukho nto esuka ngaphandle emntwini engena kuye enokumdyobha; kodwa zizinto eziphuma emntwini ezimdyobhayo umntu.”+
29 Makungaphumi lizwi libolileyo emlonyeni wenu,+ kodwa mayibe lelilungele ukwakha njengoko kusenokuba yimfuneko, ukuze libanike oko kukholekileyo abevayo.+
4 Kaloku yonke indalo kaThixo isulungekile,+ ngoko ke makungabikho nto igatywayo+ xa yamkelwe ngombulelo,+
6 Kaloku, ulwimi lungumlilo.+ Ulwimi lufana nqwa nehlabathi lentswela-bulungisa phakathi kwamalungu ethu, kuba ludyobha umzimba uphela,+ lukwatshisa nevili lobomi bemvelo; lona ke lutshiswa yiGehena.