Mateyu 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Xa wabona abaninzi babaFarisi nabaSadusi+ besiza elubhaptizweni, wathi kubo: “Nzalandini yamarhamba,+ ngubani na onicebisileyo ukuba niyisabe ingqumbo ezayo?+ Mateyu 23:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “Zinyokandini, nzalandini yamarhamba,+ niza kuwusaba njani umgwebo weGehena?+ Luka 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko ke wathi kuzo izihlwele ezaziphuma ukuba zibhaptizwe nguye: “Nzalandini yamarhamba,+ ngubani na onicebise ukuba nisabe kwingqumbo ezayo?+
7 Xa wabona abaninzi babaFarisi nabaSadusi+ besiza elubhaptizweni, wathi kubo: “Nzalandini yamarhamba,+ ngubani na onicebisileyo ukuba niyisabe ingqumbo ezayo?+
7 Ngoko ke wathi kuzo izihlwele ezaziphuma ukuba zibhaptizwe nguye: “Nzalandini yamarhamba,+ ngubani na onicebise ukuba nisabe kwingqumbo ezayo?+