Mateyu 15:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Asikokungena emlonyeni wakhe okumenza inqambi umntu; kodwa okuphuma emlonyeni wakhe kuko okumenza inqambi umntu.”+ IZenzo 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa uPetros wathi: “Nakanye, Nkosi, ngenxa yokuba andizange ndiyidle nantoni na eyinqambi nengahlambulukanga.”+ 1 Korinte 8:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kodwa ukutya akuyi kusincomela kuThixo;+ ukuba asityi, asisileli nganto, yaye, ukuba siyatya, asizuzi nto.+ 1 Timoti 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kaloku yonke indalo kaThixo isulungekile,+ ngoko ke makungabikho nto igatywayo+ xa yamkelwe ngombulelo,+ Tito 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Zonke izinto zihlambulukile kubantu abahlambulukileyo.+ Kodwa kubantu abazenze inqambi+ nabangenalukholo+ akukho nto ihlambulukileyo, kodwa iingqondo zabo nezazela zabo+ zidyobhekile.
11 Asikokungena emlonyeni wakhe okumenza inqambi umntu; kodwa okuphuma emlonyeni wakhe kuko okumenza inqambi umntu.”+
14 Kodwa uPetros wathi: “Nakanye, Nkosi, ngenxa yokuba andizange ndiyidle nantoni na eyinqambi nengahlambulukanga.”+
8 Kodwa ukutya akuyi kusincomela kuThixo;+ ukuba asityi, asisileli nganto, yaye, ukuba siyatya, asizuzi nto.+
4 Kaloku yonke indalo kaThixo isulungekile,+ ngoko ke makungabikho nto igatywayo+ xa yamkelwe ngombulelo,+
15 Zonke izinto zihlambulukile kubantu abahlambulukileyo.+ Kodwa kubantu abazenze inqambi+ nabangenalukholo+ akukho nto ihlambulukileyo, kodwa iingqondo zabo nezazela zabo+ zidyobhekile.