Roma 15:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 ndithemba ukuba xa ndisiya eSpeyin,+ ndiya kuza kunikhangela nokuze nindikhaphe+ umganyana emva kokuba kunye nani okwethutyana.
24 ndithemba ukuba xa ndisiya eSpeyin,+ ndiya kuza kunikhangela nokuze nindikhaphe+ umganyana emva kokuba kunye nani okwethutyana.