IZenzo 15:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngako oko, emva kokuba bekhatshwe ngokuyinxenye libandla,+ aba bantu baqhubeka nendlela yabo betyhutyha iFenike neSamariya, bebalisa ngokweenkcukacha inguquko yabantu beentlanga,+ yaye babebangela uvuyo olukhulu kubo bonke abazalwana.+ 1 Korinte 16:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 yaye mhlawumbi ndiya kuhlala kude kudlule nobusika ndikunye nani, ukuze nindikhaphe+ umganyana ukuya apho ndiya khona.
3 Ngako oko, emva kokuba bekhatshwe ngokuyinxenye libandla,+ aba bantu baqhubeka nendlela yabo betyhutyha iFenike neSamariya, bebalisa ngokweenkcukacha inguquko yabantu beentlanga,+ yaye babebangela uvuyo olukhulu kubo bonke abazalwana.+
6 yaye mhlawumbi ndiya kuhlala kude kudlule nobusika ndikunye nani, ukuze nindikhaphe+ umganyana ukuya apho ndiya khona.