IZenzo 17:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Noko ke, abo babekhaphe uPawulos bamzisa eAthene baza, emva kokufumana umyalelo wokuba uSilas noTimoti+ beze kuye ngokukhawuleza kangangoko kunokwenzeka, bemka. Roma 15:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 ndithemba ukuba xa ndisiya eSpeyin,+ ndiya kuza kunikhangela nokuze nindikhaphe+ umganyana emva kokuba kunye nani okwethutyana. 3 Yohane 6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 yaye baye banikela ubungqina phambi kwebandla ngalo uthando lwakho. Wenza okukholekileyo ngokubandulula abanjalo ngohlobo olufanele uThixo.+
15 Noko ke, abo babekhaphe uPawulos bamzisa eAthene baza, emva kokufumana umyalelo wokuba uSilas noTimoti+ beze kuye ngokukhawuleza kangangoko kunokwenzeka, bemka.
24 ndithemba ukuba xa ndisiya eSpeyin,+ ndiya kuza kunikhangela nokuze nindikhaphe+ umganyana emva kokuba kunye nani okwethutyana.
6 yaye baye banikela ubungqina phambi kwebandla ngalo uthando lwakho. Wenza okukholekileyo ngokubandulula abanjalo ngohlobo olufanele uThixo.+