1 Korinte 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ndibhekisela kwinto yokuba, ngamnye wenu esithi: “Mna ndingokaPawulos,” “Kodwa mna ndingoka-Apolo,”+ “Kodwa mna ndingokaKefas,” “Kodwa mna ndingokaKristu.” 1 Korinte 11:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kuba okokuqala nje, xa nibuthelana ebandleni, ndiva ukuba kubakho ukwahlukana phakathi kwenu;+ yaye ngomlinganiselo othile ndiyakukholelwa oko.
12 Ndibhekisela kwinto yokuba, ngamnye wenu esithi: “Mna ndingokaPawulos,” “Kodwa mna ndingoka-Apolo,”+ “Kodwa mna ndingokaKefas,” “Kodwa mna ndingokaKristu.”
18 Kuba okokuqala nje, xa nibuthelana ebandleni, ndiva ukuba kubakho ukwahlukana phakathi kwenu;+ yaye ngomlinganiselo othile ndiyakukholelwa oko.