IZenzo 18:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ke kaloku umYuda othile ogama linguApolo,+ inzalelwane yaseAleksandriya, indoda eliciko, wafika e-Efese; yaye wayezazi kakuhle iZibhalo.+ 1 Korinte 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba xa omnye esithi: “Mna ndingokaPawulos,” kodwa omnye athi: “Mna ndingoka-Apolo,”+ aningobantu nje na? 1 Korinte 3:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko ke makungabikho nabani na uqhayisa ngabantu; kuba zonke izinto zezenu,+
24 Ke kaloku umYuda othile ogama linguApolo,+ inzalelwane yaseAleksandriya, indoda eliciko, wafika e-Efese; yaye wayezazi kakuhle iZibhalo.+
4 Kuba xa omnye esithi: “Mna ndingokaPawulos,” kodwa omnye athi: “Mna ndingoka-Apolo,”+ aningobantu nje na?