IZenzo 2:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kodwa uThixo wamvusa+ ngokukhulula inimba yokufa,+ ngenxa yokuba kwakungenakwenzeka ngaye ukuqhubeka ebanjwe nkqi kuko.+ Roma 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoko ke sangcwatywa+ kunye naye ngokubhaptizelwa kwethu ekufeni kwakhe, ukuze, kanye njengoko uKristu wavuswayo kwabafileyo ngalo uzuko lukaYise,+ nathi ngokunjalo siphile ubomi obutsha.+ Efese 1:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 athe ngako wasebenza kwimeko kaKRISTU xa wamvusayo kwabafileyo+ waza wamhlalisa ngasekunene+ kwakhe kwezasezulwini iindawo,+
24 Kodwa uThixo wamvusa+ ngokukhulula inimba yokufa,+ ngenxa yokuba kwakungenakwenzeka ngaye ukuqhubeka ebanjwe nkqi kuko.+
4 Ngoko ke sangcwatywa+ kunye naye ngokubhaptizelwa kwethu ekufeni kwakhe, ukuze, kanye njengoko uKristu wavuswayo kwabafileyo ngalo uzuko lukaYise,+ nathi ngokunjalo siphile ubomi obutsha.+
20 athe ngako wasebenza kwimeko kaKRISTU xa wamvusayo kwabafileyo+ waza wamhlalisa ngasekunene+ kwakhe kwezasezulwini iindawo,+